ISITYHILELO 21:23-24
ISITYHILELO 21:23-24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isixeko sasingadingi langa nanyanga yakusikhanyisela. Sasikhanyiselwa bubuqaqawuli bukaThixo nalo iXhwane. Izizwe ziya kuhamba ekukhanyeni kwaso; iikumkani zehlabathi zowazisa kuso amagugu azo.
ISITYHILELO 21:23-24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukaThixo buwukhanyisela, nayo iMvana isisibane sawo. Iintlanga zabo basindiswáyo ziya kuhamba ekukhanyeni kwawo; ookumkani bomhlaba bazise kuwo uzuko nembeko yabo.
ISITYHILELO 21:23-24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke umzi lowo awufuni langa, kwanayo inyanga, kuba ubuqaqawuli bukaThixo buwukhanyisela, nayo iMvana isisibane sawo. Iintlanga zabo basindiswayo ziya kuhamba ekukhanyeni kwawo; ookumkani bomhlaba bazise kuwo uzuko nembeko yabo.
ISITYHILELO 21:23-24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjako isixeko eso asifuni ilanga, kwa nenyanga, ukuze zikanye pakati kwaso: ngokuba ubungcwalisa BUKATIXO bebusikanyisa, nayo IMVANA isisibane saso. Zaye intlanga zabasindiswayo ziya kuhamba ekukanyeni kwaso; nokumkani bomhlaba bayazisela kuso ubungcwalisa babo nodumo lwabo.