ISITYHILELO 21:5
ISITYHILELO 21:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waza lowo uhleli phezu kwetrone wathi, Ùyabona, izinto zonke ndizenza ntsha. Athi kum, Bhala; ngokuba lawo ngamazwi ayinyaniso, athembekileyo.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 21ISITYHILELO 21:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke lowo uhleli esihlalweni sokulawula wathi: “Ngoku yonke indalo ndiyenza ntsha.” Ubuye wathi: “Bhala kaloku! La mazwi ndiwathethayo athembekile, ayinyaniso.”
Yabelana
Funda ISITYHILELO 21