ISITYHILELO 4:8
ISITYHILELO 4:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjalo izidalwa ezipilileyo zozine, zonke ngazinye, zibe zinamapiko amatandatu ezinye ngezinye ngokungqonga, zizele ngamehlo pakati, zingenakupumla nasemini nasebusuku, zisiti: Ingcwele, ingcwele, ingcwele INKOSI e NGUTIXO engusomandla, ebiko, ekoyo, ezayo.
ISITYHILELO 4:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zaye zoné izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke, nangaphakathi zizele ngamehlo; zingaphumli imini nobusuku, zisithi: Ingcwele, ingcwele, ingcwele INkosi uThixo uSomandla, Leyo yayikho, ikhoyo, izayo.
ISITYHILELO 4:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Isilwanyana ngasinye sasinamaphiko amathandathu, sinamehlo ngapha nangapha. Zazidumisa zingayeki emini nasebusuku, zisithi: “Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele, Nkosi Thixo Somandla, wena ubukade ukho, wena ukhoyo, uya kuhlala ukho!”
ISITYHILELO 4:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Zaye zone izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke; zizele ngamehlo ngaphakathi, zingaphumli imini nobusuku, zisithi, Ingcwele, ingcwele, ingcwele, iNkosi uThixo uSomandla, leyo yayikho, ikhoyo, izayo.