ISITYHILELO 5:9
ISITYHILELO 5:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Baye bevuma iculo elitsha, besiti: Ufanele ukuyitabata incwadi, nokunqika izincamatiselo zayo; ngokuba wabingwayo, wasitengela UTIXO ngegazi lako, kuzo zonke izizwe, nenteto, nabantu, nentlanga
Yabelana
Funda ISITYHILELO 5ISITYHILELO 5:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Avuma ingoma entsha, esithi: Ùfanele ukuyithabatha incwadi, nokuwavula amatywina ayo; Ngokuba wena waxhelwa, wasithenga ukuba sibe ngabakaThixo ngalo igazi lakho, Síphuma kuzo zonke izizwe, neelwimi, nabantu, neentlanga
Yabelana
Funda ISITYHILELO 5ISITYHILELO 5:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ayevuma ingoma entsha, esithi: “Ukufanele wena ukuyithatha incwadi; ukufanele wena ukuluqhaqha uphawu lwayo. Ewe, kaloku wena wabulawa; ngegazi lakho waluthengela uThixo uluntu kuzo zonke iintlanga neelwimi, kubantu ngabantu nezizwe ngezizwe.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 5