KWABASEROMA 1:16
KWABASEROMA 1:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kaloku andinazintloni ngazo iindaba ezimnandi zikaKrestu, kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, kumYuda kuqala, kwanakumGrike.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ndingenantloni ngayo ivangeli ka‐Kristu: ngokuba ingamandla KATIXO lube lusindiswa kubo bonke abakolwayo; kwa kuye um‐Juda ukuqala, nakuye um‐Girike.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba andinazintloni ngazo iindaba ezilungileyo zikaKristu; kuba zingamandla kaThixo okusindisa bonke abakholwayo, umYuda kuqala, kwanomGrike.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1