KWABASEROMA 1:17
KWABASEROMA 1:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ngazo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo, buphuma elukholweni buse elukholweni, njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Olilungisa ke uya kudla ubomi ngokokholo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ubulungisa BUKATIXO butyilwa kuyo ngokolo kude kube lukolo, njengokuba kuba̔liwe ukuti: Kodwa olungileyo uya kupila ngokolo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1