KWABASEROMA 1:20
KWABASEROMA 1:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwaamandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1KWABASEROMA 1:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku imo engabonwayo kaThixo – ndithetha amandla akhe angapheliyo kwanobuThixo bakhe – ibonakala kakuhle kwasekudalweni kwehlabathi. Kaloku iqondakala ngezinto azenzileyo uThixo. Ngenxa yoko abantu abanasiphephelo mpela.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 1