KWABASEROMA 5:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

KWABASEROMA 5:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngenxa yoko, njengokuba isono sangena ngamntu mnye ehlabathini, kwangena ke ukufa ngaso isono; kwaza ngokunjalo ukufa kwabatyhutyha abantu bonke, ekubeni bonke bonayo

KWABASEROMA 5:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Njengoko isono sangena ehlabathini ngenxa yomntu omnye, ukufa kwangena ngaso isono. Ngokunjalo ke nokufa kwalutyhutyha lonke uluntu, kuba bonke abantu bôna.

KWABASEROMA 5:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngenxa yoku, njengokuba isono sangena elizweni ngaye umntu emnye, nokufa ngaso isono; kwaza ngokunjalo ukufa kwacandela kubo bonke abantu, ngokokuba bonke bebonile:

KWABASEROMA 5:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngenxa yoko, njengokuba isono sangena ngamntu mnye ehlabathini, kwangena ke ukufa ngaso isono; kwaza ngokunjalo ukufa kwabatyhutyha abantu bonke, ekubeni bonke bonayo