KWABASEROMA 6:10 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
KWABASEROMA 6:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukufa awakufayo, wakufa kwisono kwaba kanye; ubomi ke abudlayo, ubudlela kuThixo.
Yabelana
KWABASEROMA 6 XHO75KWABASEROMA 6:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba wafa kwakanye, efela isono; kodwa ngoku udla ubomi, ephilela uThixo.
Yabelana
KWABASEROMA 6 XHO96KWABASEROMA 6:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ukufa wakufayo, wafela isono kwa kanye; kodwa ubomi abudlayo, uyabudlela UTIXO.
Yabelana
KWABASEROMA 6 XHO1902AKWABASEROMA 6:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kuba ukufa awakufayo, wafela isono kwaba kanye
Yabelana
KWABASEROMA 6 CXB24