KWABASEROMA 6:4
KWABASEROMA 6:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke sangcwatywa naye ngokubhaptizelwa ekufeni; ukuze, njengokuba uKristu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko loYise, sithi ngokunjalo nathi sihambe sinobomi obutsha.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngokunjalo ngokubhaptizwa sangcwatywa kunye noKrestu. Njengokuba ke uKrestu wavuswayo kwabafileyo ngamandla obungangamsha bukaYise, nathi ngokunjalo masiphile ubomi obutsha.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke sangcwatywa naye ngokubhaptizelwa ekufeni, ukuze, njengokuba uKrestu wavuswayo kwabafileyo ngalo uzuko loYise, sithi ngokunjalo nathi sihambe sinobomi obutsha.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6KWABASEROMA 6:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Sancw̔atyelwa ngoko kunye naye ngako ukubapitizeshwa ekufeni kwake; ukuze ke, njengokuba u‐Kristu ebevuswa kwabafileyo ngabo ubungcwalisa BOYISE, siti kwa njalo nati sihambe ekuhlaleni okutsha.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 6