KWABASEROMA 6:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

KWABASEROMA 6:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

sisazi ukuba uKristu, evusiwe nje kwabafileyo, akabi safa; ukufa akusamphathi ngabukhosi.

KWABASEROMA 6:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Siyazi ke ukuba uKrestu evusiwe nje kwabafileyo, akayi kuba safa – ukufa akusayi kuba nagunya kuye.

KWABASEROMA 6:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

sisazi ukuba u‐Kristu evusiwe nje kwabafileyo akasafi; ukufa akusenabukosi pezu kwake.

KWABASEROMA 6:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Siyazi ukuba uKristu, evusiwe nje kwabafileyo, akabi safa; ukufa akusayi kuba nagunya kuye.