KWABASEROMA 7:18
KWABASEROMA 7:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ndiyazi ukuba ngaphakathi kwam, oko kukuthi enyameni yam, akumi okulungileyo; kuba ukuthanda kukho ukubakho oku kum; ke kona ukwenza okulungileyo andikufumani.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7KWABASEROMA 7:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ndisazi ukuba akumi kum, oko kukuti enyameni yam, into elungileyo: ngokuba ukutanda kuko ngakum; kodwa ukufeza oko kulungileyo andikufumani.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7