KWABASEROMA 7:21-22
KWABASEROMA 7:21-22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndifumana ngoko lo mthetho kum, wokuba kuthi, ndifuna ukwenza okulungileyo, kusuke kubekho okubi kum. Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7KWABASEROMA 7:21-22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiyafumana ngoko lomteto, wokuba, nxa nditandayo ukwenza oko kulungileyo, oko kukohlakeleyo kuko ngakum. Ngokuba ndigcoba emtetweni KATIXO ngokwowapakati umntu
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7