KWABASEROMA 7:25
KWABASEROMA 7:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyabulela kuThixo ngoYesu Kristu, iNkosi yethu. Ngoko ke mna ngokwam ngayo ingqiqo okunene ndikhonza umthetho kaThixo; kodwa ngayo inyama ndikhonza umthetho wesono.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7KWABASEROMA 7:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyambulela uThixo ngoYesu Krestu iNkosi yethu! Nantsi ke imeko endikuyo: Ngokuphathelele kwendikwaziyo entliziyweni yam, okunene ndikhonza uThixo; kodwa ngokwesimo sam esonakeleyo, ndikhonza isono.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 7