KWABASEROMA 9:21
KWABASEROMA 9:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Khona akanagunya na umbumbi wodongwe ukwenza, ngadongwe lwambumba-nye, esinye isitya sibe sesembeko, nesinye sibe sesingesambeko?
Share
Funda KWABASEROMA 9KWABASEROMA 9:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akanalo kakade umbumbi ilungelo lokuthi ngamdongwe mnye enze ingqayi exabisekileyo kwanengaxabisekanga?
Share
Funda KWABASEROMA 9