URUTE 3:11
URUTE 3:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kaloku ke, ntombi yam, musa ukoyika; konke okuthethileyo ndokwenzela; ngokuba bonke abantu bomzi wakowethu bayazi ukuba uyinkazana enesidima. Ewe!
Yabelana
Funda URUTE 3URUTE 3:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Thoba uvalo ke, ntombi yam. Yonke into oyifunayo ndoyenza, kuba kaloku nkqu nomzi uphela uyazi ukuba ungumfazi onesidima.
Yabelana
Funda URUTE 3