KUTITO 2:11-12
KUTITO 2:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku uThixo usibonakalisile isisa sakhe, ukuze asindise lonke uluntu. Ngaso safundiswa ukuzilumla kwizinto ezisahlukanisa noThixo, nakwiminqweno emibi. Sifundiswe nokuhlala singcathu sinyanisekile, nokuhlonela uThixo kobu bomi.
KUTITO 2:11-12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo; lusiqeqesha ukuze sithi, sikuncama ukungahloneli Thixo nokukhanuka okukokwehlabathi, sihlale ngokunesidima, nangokubulungisa, nangokuhlonela uThixo, kweli phakade langoku
KUTITO 2:11-12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba lubonakele ufefe LUKATIXO oluzisa usindiso kubo bonke abantu, lusifundisa ukuba siti, sikanyele nje ukungabedeshi nenkanuko zasemhlabeni, sihlale ngobutelekelelo nangobulungisa nangobubedesho kwelilizwe lakaloku nje
KUTITO 2:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo; lusiqeqesha ukuze sithi, síkuncama ukungahloneli Thixo nokukhanuka okukokwehlabathi, sihlale ngokunesidima, nangokubulungisa, nangokuhlonela uThixo, kweli phakade langoku