KUTITO 2:7-8
KUTITO 2:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuyo yonke into oyenzayo yiba ngumzekelo omhle kubo. Xa ufundisa, mababone ukuzimisela nokundiliseka kwakho. Yonke intetho yakho mayibe ngamazwi akhethiweyo, ukuze okuphikisayo akhohlwe kukuthetha, axakeke, angabi nandawo yakugxeka.
Yabelana
Funda KUTITO 2KUTITO 2:7-8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ezintweni zonke uze uzibonakalise ungumzekelo wemisebenzi emihle: emfundisweni ubonakala ekungonakali, ukundileka, nokunyaniseka, Ilizwi eliphilileyo, elingenakugwetywa; ukuze ochasayo abe neentloni, engenanto imbi yakuthetha ngani.
Yabelana
Funda KUTITO 2KUTITO 2:7-8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
uzibonakalisa ngokwako nje ngento zonke ukuba ngumlinganiselo wemisebenzi elungileyo; ubonakalisa ekufundiseni kwako okungonakaliswayo, ukuzibeka, ukuteta okunobomi okungenakugwetywa, ukuze oca̔sayo enzelwe intloni, engenanto embi yokuteta ngani.
Yabelana
Funda KUTITO 2