UZEKARIYA 8:13
UZEKARIYA 8:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kothi, njengoko benilutshabhiso ezintlangeni, ndlu kaYuda, nani ndlu kaSirayeli, ndénjenjalo ukunisindisa, nibe yintsikelelo; musani ukoyika, mazomelele izandla zenu.
Yabelana
Funda UZEKARIYA 8UZEKARIYA 8:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bantu bakwaJuda nakwaSirayeli, benisoloko nisisigculelo seentlanga, kodwa ke ngoku ndiza kunihlangula nitsho nibe yintsikelelo. Ngoko ke yomelelani, izandla zenu zingawi.”
Yabelana
Funda UZEKARIYA 8