UZEKARIYA 9:10
UZEKARIYA 9:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndozinqumla iinqwelo zokulwa kwaEfrayim namahashe eYerusalem, sinqunyulwe isaphetha sokulwa; athethe uxolo kwiintlanga; ulawulo lwakhe luthabathele elwandle luse elwandle, luthabathele kuwo uMlambo• luse eziphelweni zehlabathi.
UZEKARIYA 9:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Inqwelo ndiya kuyinqamla kwa‐Frayime, nehashe e‐Yerusaleme; siya kunqanyulwa nesipeta sokulwa; waeya kuteta uxolo kubaheyideni; nobukosi bake boba kwa selwandle kude kube selwandle, nakuwo umlambo kude kube sezincanyeni zomhlaba.
UZEKARIYA 9:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kuzohlutha iinqwelo zokulwa kwaEfrayim, namahashe emfazwe eJerusalem, ke lona utolo lwemfazwe ndiluvikive. Ukumkani wovakalis' uxolo ezizweni, ulawulo lwakhe loziqhakamishel' iilwandle; luya kusuka kumlambo iEfrati, luye kuthi xhaxhe ngeziphelo zehlabathi.
UZEKARIYA 9:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndoziphanzisa iinqwelo zokulwa kwaEfrayim namahashe eYerusalem, zisongele isaphetha semfazwe; athethe uxolo kuzo iintlanga; Ubukumkani bakhe buya kuthabathela elwandle buse elwandle, buthabathele kumlambo iNayile, buzise eziphelweni zehlabathi.