Andithi na kaloku thina sizalelwe umntwana; kaloku thina silizwe ngonyana. Nguye ke oya kulawula. Ke yena wothiywa igama kuthiwe nguMcebisi omangalisayo, uThixo oligorha, uSonini-nanini, iTshawe loxolo.
UISAYA 9:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo