1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
owasihlangulayo egunyeni lobumnyama, wasifudusela ebukumkanini bonyana wotando lwake
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:13
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:16
ngokuba kuye kwadalwa zonke izinto, ezo zisezulwini nezo zisemhlabeni, ezo zibonekayo nezo zingabonekiyo, nokuba zezineterone, nokuba zezinobukosi, nokuba zezinobupati, nokuba zezinegunya, — zonke izinto zidaliwe ngaye, nangenxa yake
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:16
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:17
kanjalo yena upambili kuzo zonke izinto, nakuye’zonke izinto zimana zimi.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:17
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:15
ongumfanekiso WOTIXO ongabonekiyo, umzalwatanci kuzo zonke izidalwa
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:15
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:9-10
Ngenxa yako oku nati, kuselokwomhla sevayo, asipezi ukunitandazela, nokucela ukuba nizaliswe ngokwaziwa kwentando yake kubo bonke ubulumko nokuqonda okubumoya; ukuze nihambe ngokufanele INKOSI kube kukukolisa konke, nivelisa izixakato kuyo yonke imisebenzi elungileyo, nikulela ekumazini UTIXO
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 1:9-10
Home
Bible
Plans
Videos