1
U‐Yisaya 51:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mna, mna ndinguye onitutuzelayo: ungubanina wena, ukuba umoyike umntu, oya kufa, nonyana womntu, oya kwenzelwa ngejengenca
Compare
Explore U‐Yisaya 51:12
2
U‐Yisaya 51:16
Ndandibekile amazwi am emlonyeni wako, nangesitunzi sesandla sam ndikugubungele; ukumisa amazulu, nokubeka ukuseka kwomhlaba, nokuti kwi‐Ziyone: Ungabantu bam.
Explore U‐Yisaya 51:16
3
U‐Yisaya 51:7
Pulapulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu umteto wam usezintliziyweni zabo! ningoyiki ukugxeka kwabantu, kanjalo ningetuswa zizituko zabo.
Explore U‐Yisaya 51:7
4
U‐Yisaya 51:3
Ngokuba UYEHOVA eya kuba nenceba pezu kwe‐Ziyone; woba nenceba pezu kwazo zonke indawo zayo ezicitakeleyo; waeya kwenza intlango yayo njengayo i‐Hedeni, nobala lwayo njengomyezo KAYEHOVA; umgcobo novuyo luya kufunyanwa kuyo, umbulelo nelizwi lokucula.
Explore U‐Yisaya 51:3
5
U‐Yisaya 51:11
Kwa njalo abahlaulelweyo BAKAYEHOVA baya kubuya, beze e‐Ziyone ngokucula; uvuyo olungunapakade lwoba pezu kwentloko zabo; baya kuzuza umgcobo novuyo; kwobaleka usizi nokugula.
Explore U‐Yisaya 51:11
Home
Bible
Plans
Videos