1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kodwa kuthi thina mnye uThixo, uYise, eziphuma kuye zonke izinto; neNkosi inye, uYesu Kristu, ezingaye zonke izinto
Compare
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:6
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:1-2
Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ulwazi luyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha. Ukuba umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:1-2
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:13
Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama, lisahleli ihlabathi, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:13
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:9
Lumkani ke, hleze elo gunya lenu libe sisiwiso kwabaswele amandla.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 8:9
Home
Bible
Plans
Videos