U‐Yisaya 48:17-18
U‐Yisaya 48:17-18 XHO1902A
Utsho UYEHOVA, umkululi wako, oyingcwele ka‐Sirayeli, ukuti: Mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, okufundisayo kuze kuncedwe, okukokelayo ngendlela unga uhamba ngayo. Akwaba wabupulapule imiyalelo yam! beluya kwandula uxolo lwako lube njengomlambo, nobulungisa bako bube njengamaza olwandle.