U‐Yisaya 7:14
U‐Yisaya 7:14 XHO1902A
Ngako oko INKOSI yona iya kuninika umqondiso: bona ke, intombi iya kumita, izale unyana, imbize ngegama elingu‐Yimanuweli.