Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Genesise 47:5-6

I‐Genesise 47:5-6 XHO1902A

Wayesitsho u‐Faro ku‐Josefe ukuti: Uyihlo nabazalwana bako bafikile kuwe; ilizwe le‐Jipete lipambi kwako lona; kwelungileyo indawo yelizwe bahlalise uyihlo nabazalwana bako: mabahlale ezweni le‐Goshene: kanjalo ukuba uyazi okokuba kuko pakati kwabo amadoda omeleleyo, wandule uwenze abe ngabapati pezu kwenkomo zam.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Genesise 47:5-6