1
KUTIMOTI I 4:12
IZIBHALO EZINGCWELE
Makungabikho namnye ubudelayo ubuncinane bakho; suka ube ngumzekelo wabakholwayo ngentetho, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.
Thelekisa
Phonononga KUTIMOTI I 4:12
2
KUTIMOTI I 4:8
Ziqhelise ukuhlonela uThixo. Kuba eyeyomzimba ingqeqesho inceda kancinane; ke kona ukuhlonela uThixo kunceda ngako konke, kunedinga lobomi bakalokunje, nobobo buza kubakho.
Phonononga KUTIMOTI I 4:8
3
KUTIMOTI I 4:16
Zilumkele wena nemfundiso yakho; hlala uhleli kwezo zinto; kuba ngokwenza oko, wozisindisa wena, ubasindise nabo bakuvayo.
Phonononga KUTIMOTI I 4:16
4
KUTIMOTI I 4:1
Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon
Phonononga KUTIMOTI I 4:1
5
KUTIMOTI I 4:7
Ke zona iintsomi ezihlambelayo zamaxhegokazi zimangale.
Phonononga KUTIMOTI I 4:7
6
KUTIMOTI I 4:13
Nyamekela imfundo, uvuselelo, imfundiso, ndide ndifike.
Phonononga KUTIMOTI I 4:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo