1
IZIKRONIKE II 15:7
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke nina yomelelani; mazingawi izandla zenu; ngokuba umsebenzi wenu unomvuzo.
Thelekisa
Phonononga IZIKRONIKE II 15:7
2
IZIKRONIKE II 15:2
Waphuma, esiya kukhawulela uAsa, wathi kuye, Ndiphulaphuleni, Asa, nani nonke maYuda namaBhenjamin; uYehova unáni ekubeni ninaye; ukuba nithe namquqela, nomfumana; ukuba nithe namshiya, wonishiya nani.
Phonononga IZIKRONIKE II 15:2