1
KWABASEKORINTE II 7:10
IZIBHALO EZINGCWELE
Kuba ubuhlungu obungokukaThixo busebenza inguquko esingisa elusindisweni, ekungekho kuzohlwaya ngayo; ke kona okwehlabathi ukuba buhlungu kusebenza ukufa.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKORINTE II 7:10
2
KWABASEKORINTE II 7:1
Sínawo nje ngoko la madinga, zintánda, masizihlambulule kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya sibufeza ubungcwele, sisoyika uThixo.
Phonononga KWABASEKORINTE II 7:1
3
KWABASEKORINTE II 7:9
Ngoku ke ndiyavuya, ndingavuyeli kuba neenziwa buhlungu, ndivuyela ukuba nênziwa buhlungu ngokwasinga enguqukweni; kuba nênziwa buhlungu ngokokukaThixo, ukuze ningalahlekwa nto ngathi.
Phonononga KWABASEKORINTE II 7:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo