1
OOKUMKANI II 19:19
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke ngoko, Yehova Thixo wethu, khawusisindise esandleni sakhe, zazi zonke izikumkani zehlabathi ukuba wena unguYehova uThixo wedwa.
Thelekisa
Phonononga OOKUMKANI II 19:19
2
OOKUMKANI II 19:15
Wathandaza uHezekiya phambi koYehova, wathi, Yehova, Thixo wakwaSirayeli, ùhleli wena phakathi kweekerubhi,• unguye uThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena uwenzile amazulu nehlabathi.
Phonononga OOKUMKANI II 19:15