1
KWABASEKOLOSE 3:13
IZIBHALO EZINGCWELE
nixolelana, ukuba ubani uthi abe nokusola ngakubani; njengokuba naye uKristu wanixolelayo, yenjani njalo nani.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:13
2
KWABASEKOLOSE 3:2
Nyamekelani izinto zaphezulu, zingabi zezasemhlabeni.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:2
3
KWABASEKOLOSE 3:23
Nako konke enisukuba nikwenza, kusebenzeni ngokwasemphefumlweni, kungé kukwiNkosi, akukhona kubantu
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:23
4
KWABASEKOLOSE 3:12
Yambathani ngoko, njengabanyulwa bakaThixo, abangcwele, abathandiweyo, iimfesane zeemfefe, ububele, ukuthobeka kwentliziyo, ubulali, ukuzeka kade umsindo, ninyamezelana
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:12
5
KWABASEKOLOSE 3:16-17
Ilizwi likaKristu malihlale ngaphakathi kwenu ngokobutyebi; nifundisana, nilulekana ngabo bonke ubulumko; nithi, ngeendumiso neengoma nezango ezizezomoya, nivume kamnandi entliziyweni yenu kuyo iNkosi. Nako konke enisukuba nikwenza ngelizwi, nokuba kungomsebenzi, yenzani izinto zonke egameni leNkosi uYesu, nibulela ngayo kuye uThixo uYise.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:16-17
6
KWABASEKOLOSE 3:14
Ke, phezu kwazo zonke ezo zinto, yalékani uthando, oluyintambo yogqibelelo.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:14
7
KWABASEKOLOSE 3:1
Ukuba ngoko navuswa kunye noKristu, funani izinto zaphezulu, apho akhona uKristu, ehleli ngasekunene kukaThixo.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:1
8
KWABASEKOLOSE 3:15
Uxolo lukaThixo, enabizelwa kwakulo mzimbeni mnye, malulawule ezintliziyweni zenu, nibe nokubulela.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:15
9
KWABASEKOLOSE 3:5
Bhubhisani ngoko amalungu enu asemhlabeni: umbulo, ukungcola, ukuthabatheka okuhlazisayo, inkanuko embi, nokubawa, okuyinkonzo yezithixo kona oko
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:5
10
KWABASEKOLOSE 3:3
Kuba nafayo, baye ubomi benu bufihlakele ndawonye noKristu kuye uThixo.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:3
11
KWABASEKOLOSE 3:8
Ke ngoku, nani aba, kulahleni oku konke: ingqumbo, umsindo, ulunya, ukunyelisa; ukuthetha amanyala kungabikho emlonyeni wenu.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:8
12
KWABASEKOLOSE 3:9-10
Musani ukuxokisana, nizihlubile nje umntu omdala, kunye nezenzo zakhe, nambatha lowo umtsha, uhlaziyelwa ekwazini okuhle, ngokomfanekiselo walowo wamdalayo
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:9-10
13
KWABASEKOLOSE 3:19
Nina madoda, bathandeni abafazi benu, ningabi bukhali kubo.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:19
14
KWABASEKOLOSE 3:20
Nina bantwana, balulameleni abazali benu ezintweni zonke; kuba oko kukholekile kuyo iNkosi.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:20
15
KWABASEKOLOSE 3:18
Nina bafazi, walulameleni awenu amadoda, njengoko kufanele abaseNkosini.
Phonononga KWABASEKOLOSE 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo