1
KWABASEKOLOSE 4:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
Thelekisa
Phonononga KWABASEKOLOSE 4:6
2
KWABASEKOLOSE 4:2
Zingisani ukuthandaza, niphaphamile kuko, ninombulelo
Phonononga KWABASEKOLOSE 4:2
3
KWABASEKOLOSE 4:5
Hambani ngobulumko ngakwabo bangaphandle, nilonga ixesha eli.
Phonononga KWABASEKOLOSE 4:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo