1
UESTERE 7:3
IZIBHALO EZINGCWELE
Waphendula uEstere ukumkanikazi, wathi, Ukuba ndithe ndababalwa nguwe, kumkani, ukuba kuthe kwalunga kukumkani, mandinikwe ubomi bam ngokucela kwam, nabantu bakowethu ngokuthandaza kwam.
Thelekisa
Phonononga UESTERE 7:3
2
UESTERE 7:10
Bamxhoma ke uHaman emthini lowo, abewulungisele uMordekayi. Wadamba ke umsindo wokumkani.
Phonononga UESTERE 7:10
Home
Bible
Plans
Videos