1
IEKSODUS 22:22-23
IZIBHALO EZINGCWELE
Yonke into engumhlolokazi nenkedama uze ungayicinezeli. Ukuba ùthe wabacinezela nangayiphi na indlela, bakhala kum, ndokuva ukukhala kwabo
Thelekisa
Phonononga IEKSODUS 22:22-23
2
IEKSODUS 22:21
Umphambukeli uze ungamxinzeleli phantsi, ungamxini; kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.
Phonononga IEKSODUS 22:21
3
IEKSODUS 22:18
Umkhafulikazi uze ungamyeki adle ubomi.
Phonononga IEKSODUS 22:18
4
IEKSODUS 22:25
Ukuba ùthe wababoleka imali abantu bam abaziintsizana abanawe, uze ungabi kubo njengomboleki-mali: uze ungababizi nzala.
Phonononga IEKSODUS 22:25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo