1
UYEREMIYA 14:22
IZIBHALO EZINGCWELE
Phakathi kothixo abangento beentlanga, bakhó na abangánisa imvula? Izulu lingáyinika na imivumbi? Asinguwe na, Yehova Thixo wethu? Sithembé wena; ngokuba uzenzile wena zonke ezo zinto.
Thelekisa
Phonononga UYEREMIYA 14:22
2
UYEREMIYA 14:7
Ukuba ubugwenxa bethu bungqina ngathi, Yehova, yenza ngenxa yegama lakho; ngokuba kuninzi ukuphamba kwethu; sonile kuwe.
Phonononga UYEREMIYA 14:7
3
UYEREMIYA 14:20-21
Siyakwazi, Yehova, okungendawo kwethu, ubugwenxa boobawo; ngokuba sonile kuwe. Ngenxa yegama lakho, musa ukusigiba; ungayihlazisi itrone yobuqaqawuli bakho. Khumbula, ungawaphuli umnqophiso wakho nathi.
Phonononga UYEREMIYA 14:20-21
Home
Bible
Plans
Videos