1
UYEREMIYA 13:23
IZIBHALO EZINGCWELE
UmKushi únokuluguqula na ulùsu lwakhe, nengwe inokuwaguqula na amabala ayo? ningába ke ninako ukulungisa nani, baqhelé ukwenza okubi.
Thelekisa
Phonononga UYEREMIYA 13:23
2
UYEREMIYA 13:16
Mzukiseni uYehova uThixo wenu, engekahlisi ubumnyama, zingekabetheki ezintabeni zocolothi iinyawo zenu; nithembé ukukhanya, ke yena ukwenza ithunzi lokufa, akwenze isithokothoko.
Phonononga UYEREMIYA 13:16
3
UYEREMIYA 13:10
Aba bantu bànobubi, bangavumiyo ukuva amazwi am, bahambayo ngobungqola bentliziyo yabo, balandela thixo bambi, ukuze babakhonze, baqubude kubo: baya kuba njengaloo mbhinqo ungasenamsebenzi.
Phonononga UYEREMIYA 13:10
4
UYEREMIYA 13:15
Yivani, nibeke indlebe; musani ukuzidla, ngokuba uYehova uyathetha.
Phonononga UYEREMIYA 13:15
Home
Bible
Plans
Videos