1
UYOBHI 5:17-18
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabona, únoyolo mntu owohlwaywa nguThixo! Musa ke ukukucekisa ukuthethisa kukaSomandla! Kuba wénza buhlungu, abophe; Úyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.
Thelekisa
Phonononga UYOBHI 5:17-18
2
UYOBHI 5:8-9
Ke mna bendiya kusingisa kuThixo, Indawo yam ndiyibhekise kuThixo, Owenza izinto ezinkulu ezingenakugocwagocwa, Imisebenzi ebalulekileyo engenakubalwa
Phonononga UYOBHI 5:8-9
3
UYOBHI 5:19
Ezimbandezelweni ezintandathu úya kukuhlangula, Nakwezisixhenxe akuyi kuchukunyiswa bububi
Phonononga UYOBHI 5:19
Home
Bible
Plans
Videos