1
ISITYHILELO 4:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Ùfanele, Nkosi, ukwamkela uzuko, nembeko, namandla; Ngokuba inguwe owadala zonke izinto, Nangenxa yokuthanda kwakho zikho, zadalelwa oko.
Thelekisa
Phonononga ISITYHILELO 4:11
2
ISITYHILELO 4:8
Zaye zoné izinto eziphilileyo ezo, iyileyo naleyo, zinamaphiko ngamathandathu ngeenxa zonke, nangaphakathi zizele ngamehlo; zingaphumli imini nobusuku, zisithi: Ingcwele, ingcwele, ingcwele INkosi uThixo uSomandla, Leyo yayikho, ikhoyo, izayo.
Phonononga ISITYHILELO 4:8
3
ISITYHILELO 4:1
Emva koko ndabona, nango umnyango uvulekile emazulwini; ilizwi lokuqala endalivayo lalinjengexilongo, lithetha nam, lisithi, Nyukela apha, ndokubonisa izinto ezimele ukubakho emva kwezi.
Phonononga ISITYHILELO 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo