1
2 KWABASEKORINTE 10:5
IBHAYIBHILE
sidiliza ngazo yonke imiqobo yamabhongo achasa ukuba abantu bamazi uThixo; sithimba zonke iingcamango, sizenze zithobele uKrestu.
Thelekisa
Phonononga 2 KWABASEKORINTE 10:5
2
2 KWABASEKORINTE 10:4
Kaloku izixhobo esilwa ngazo ayizizo ezehlabathi, koko zizikrweqe ezomeleleyo zikaThixo. Ngazo ke sidiliza iinqaba. Ewe, sichitha iingxoxo ezilahlekisayo
Phonononga 2 KWABASEKORINTE 10:4
3
2 KWABASEKORINTE 10:3
Kuyinene kona ukuba sihleli apha ehlabathini; kodwa ke asilwi ngokwehlabathi.
Phonononga 2 KWABASEKORINTE 10:3
4
2 KWABASEKORINTE 10:18
Kaloku umntu owamkelekileyo ngulowo unconywa yiNkosi, ingenguye ozincoma ngokwakhe.
Phonononga 2 KWABASEKORINTE 10:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo