1
2 YOOKUMKANI 18:5
IBHAYIBHILE
XHO96
UHezekiya yena wakholosa ngoNdikhoyo uThixo kaSirayeli. Kubo bonke ookumkani bakwaJuda akuzange kubekho ofana naye, ngaphambili nangasemva kwakhe.
Thelekisa
Phonononga 2 YOOKUMKANI 18:5
2
2 YOOKUMKANI 18:6
Wabambelela kuNdikhoyo, akashenxa kuye, wayithobela loo mithetho wayinika uMosis uNdikhoyo.
Phonononga 2 YOOKUMKANI 18:6
3
2 YOOKUMKANI 18:7
Ngoko ke uNdikhoyo waba ngakuye, wamphumelelisa nakuyiphi na into ayenzayo. Wayivukela ikumkani yaseAsiriya, akavuma ukuyibusa.
Phonononga 2 YOOKUMKANI 18:7