1
2 KASAMWELI 22:3
IBHAYIBHILE
Xa ndizimele ngoThixo wam ndihlala ndikhuselekile. Nguye ikhaka lam; nguye ondigcina ndifihlakele. Nguye inqaba yam ephakamileyo; nguye isikhundla sam sokuzimela. Mhlanguli wam, nguwe ondisindisayo kumadoda anogonyamelo.
Thelekisa
Phonononga 2 KASAMWELI 22:3
2
2 KASAMWELI 22:31
Hayi bo, zigqibelele izinto azenzayo lo Thixo! Hayi ukuthembeka kwelizwi lakhe! Uyabakhusela bonke abo bathembela ngaye.
Phonononga 2 KASAMWELI 22:31
3
2 KASAMWELI 22:2
Wathi: NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam.
Phonononga 2 KASAMWELI 22:2
4
2 KASAMWELI 22:33
ewe, nguThixo oyinqaba yam; nguye oyenza iphumelele indlela yam.
Phonononga 2 KASAMWELI 22:33
5
2 KASAMWELI 22:29
Usisibane sokundikhanyisela, wena Ndikhoyo; nguwe ondigxothela ubumnyama.
Phonononga 2 KASAMWELI 22:29
Home
Bible
Plans
Videos