Wena mntu osemtsha, yonwaba ngethuba lobutsha bakho,
intliziyo yakho ichwayite lo gama uselula.
Yenze loo nto isentliziyweni yakho,
nditsho leyo ibonwa ngamehlo akho,
kambe ke ukhumbule ukuba uza kuziphendulela enkundleni kaThixo ngayo yonke into oyenzileyo.