1
AMAVA ENGQONDI 7:9
IBHAYIBHILE
Musa ukukhawuleza ucaphuke ngaphakathi kwakho; kaloku umsindo yinto yezityhakala.
Thelekisa
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:9
2
AMAVA ENGQONDI 7:14
Ngamathuba obumnandi yonwaba; ngemihla yobubi qonda kakuhle ukuba kwale njengaleya yenziwe nguThixo. Ngoko ke akukho mntu uyaziyo into eza kwenzeka kamva.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:14
3
AMAVA ENGQONDI 7:8
Isiphelo somcimbi sibhetele kunesiqalo sawo. Umonde ungcono kunekratshi.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:8
4
AMAVA ENGQONDI 7:20
Emhlabeni akukho mntu ulilungisa owenza okuhle kuphela angoni.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:20
5
AMAVA ENGQONDI 7:12
umntu bumenza akhuseleke njengokuba nemali isenjenjalo. Ewe, naku ukubalasela kolwazi: ubulumko buyabukhusela ubomi balowo unabo.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:12
6
AMAVA ENGQONDI 7:1
Igama elihle lilungile ngaphezu kwamafutha aqholiweyo. Umhla wokufa ulungile kunomhla wokuzalwa.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:1
7
AMAVA ENGQONDI 7:5
Kulungile ukuva ukukhalinyelwa sisilumko kunokuphulaphula ukombelelwa sisityhakala.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:5
8
AMAVA ENGQONDI 7:2
Kungcono uye emzini onesililo kunokuya emzini onetheko, kuba kaloku ukufa sisiphelo sabantu bonke. Ngoko ke abantu ngebeyithathela ingqalelo le nto.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:2
9
AMAVA ENGQONDI 7:4
Intliziyo yesilumko isendlwini yesijwili, ke intliziyo yesiyatha isendlwini yeziyolo.
Phonononga AMAVA ENGQONDI 7:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo