1
UYOBI 5:17-18
IBHAYIBHILE
“Ewe, unenyhweba umntu olulekwa nguThixo; ngoko ke sukuyidela ingqeqesho kaSomandla! Kaloku yena uyenzakalisa, abuye abophe; kanti kwayena uyabetha, abuye aphilise ngezandla zakhe.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 5:17-18
2
UYOBI 5:8-9
“Kambe ke, ukuba ibindim, bendiya kubhenela kuThixo, ndiyaneke phambi kwakhe imeko yam. Kaloku nguye owenza izigigaba ezingenakugoca-gocwa; imimangaliso yakhe ayiphele ndawo.
Phonononga UYOBI 5:8-9
3
UYOBI 5:19
Yena uyaphinda-phinda ukukuhlangula ezinkathazweni, kanti ke ekugqibeleni akuyi kuba sachukunyiswa bubi.
Phonononga UYOBI 5:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo