1
UYOBI 8:5-7
IBHAYIBHILE
Into omawuyenze wena kukuzibika kuThixo, ubuse umbongoze uSomandla. Ukuba ungumntu onyanisekileyo omsulwa, ngenene uya kukuva, akubuyekeze ngomzi wakho. Ewe, ubunayo inkqubela ngaphambili, kodwa ayinakulinganiswa nendyebo owoba nayo esiphelweni.
Thelekisa
Phonononga UYOBI 8:5-7
2
UYOBI 8:20-21
“Ewe, uThixo akamlahli umntu othembekileyo, kodwa akangeke azomeleze izandla zabenzi bokubi. Ngoko ke úya kulubuyisela uncumo emlonyeni wakho, nemilebe yakho ibobotheke yimincili.
Phonononga UYOBI 8:20-21
Home
Bible
Plans
Videos