1
UJONA 1:3
IBHAYIBHILE
Kambe ke yena uJona wambaleka uNdikhoyo, wasabela eTashishe. Wehla waya eJopa, apho wafumana inqanawa eya eTashishe. Akuba ke eyihlawule imali yendlela, wakhwela wasinga eTashishe, ebaleka uNdikhoyo.
Thelekisa
Phonononga UJONA 1:3
2
UJONA 1:17
Kambe ke uNdikhoyo wayalela intlanzi enkulu, yaza yamginya uJona. Wahlala apho kuyo ke iimini ezintathu nobusuku bazo.
Phonononga UJONA 1:17
3
UJONA 1:12
UJona waphendula wathi: “Ndifunquleni nindiphose elwandle, ukuze luzole. Kaloku ndiyaqonda ukuba ndim lo unizisele olu qhwithela.”
Phonononga UJONA 1:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo