1
IZAFOBE 18:21
IBHAYIBHILE
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila nokufa; ke othetha kakhulu uvuna iziqhamo zaloo nto.
Thelekisa
Phonononga IZAFOBE 18:21
2
IZAFOBE 18:10
UNdikhoyo ngumqolomba: bazimela kuye abalungisayo, basinde.
Phonononga IZAFOBE 18:10
3
IZAFOBE 18:24
Iitshomi ezininzi ziyamvuthulula umntu; kanti ke sikho sona isihlobo esithembekayo kunomntakwenu.
Phonononga IZAFOBE 18:24
4
IZAFOBE 18:22
Umntu ofumene umfazi uzuze okulungileyo; ewe, ufumene okukholekileyo kuNdikhoyo.
Phonononga IZAFOBE 18:22
5
IZAFOBE 18:13
Ophendula engevanga kuqala bubudenge obo kuye nehlazo.
Phonononga IZAFOBE 18:13
6
IZAFOBE 18:2
Umntu osisiyatha akanamdla wakuqonda nto – nto angxamele ukuyenza kukuvakalisa ezakhe iimbono.
Phonononga IZAFOBE 18:2
7
IZAFOBE 18:12
Ikratshi lomntu lilandelwa yintshabalalo; ke lona udumo lukhokelwa yintobeko.
Phonononga IZAFOBE 18:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo