1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:4-5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Utando lunokuzeka kade, lunobubele; utando alunozondo; utando aluzidli, aluvutelani, alwenzi ngokungafanelekileyo, alufuni okwalo, alunakucapukiswa, alutelekeleli ububi
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:4-5
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:7
luyanyamezela izinto zonke, luyakolwa zizinto zonke, luyatemba izinto zonke, lunomonde ezintweni zonke.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:7
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:6
aluvuyeli okungalungileyo, kodwa luyavuya kunye nayo inyaniso
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:6
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:13
Kodwa kaloku nje kuhleli ukolo, itemba, utando, ezizinto zontatu; kanti eyona inkulu pakati kwezi lutando.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:13
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:8
Utando alutshitshi napakade: kodwa nokuba ziziprofitesho, ziya kutshabalala; nokuba zinteto, ziya kupela; nokuba kukwazi, kuya kutshabalala.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:8
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:1
NAKUBA nditeta ngenteto zabantu nezengelosi, kodwa ndingenalo utando, sendiyixina ehlokomayo, umhlaumbi yisimbali ekencezayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:1
7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:2
Kanjalo nakuba ndinesipiwo sokuprofitesha, ndiqonda nemfihlakalo zonke, nako konke ukwazi; ewe nakuba ndinalo lwonke ukolo, ndide ndizishenxise intaba, kodwa ndingenalo utando, ndiyinto enganto.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:2
8
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:3
Kanjalo nakuba ndiyaba yonke impahla yam ngokufunzela amahlwempu, ewe nakuba ndiwunikela umzimba wam ukuze nditshiswe, kodwa ndingenalo utando, andincedwa luto.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:3
9
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:11
Xeshekweni ndibe ndingumntwana, ndanditeta njengomntwana, ndandikumbula njengomntwana, ndanditelekelela njengomntwana; kodwa ngoku sendiyindoda nje, ndizibekile nxamnye izinto zobuntwana.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 13:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo