1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:33
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UTIXO engengowesipitipiti, ungowoxolo, njengakuzo zonke iṙemente zabangcwele.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:33
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:1
PUTUMANI utando; niti noko nizondelele izipiwo ezibumoya, kodwa ngokukulu ukuba niprofiteshe.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:1
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:3
Kodwa oprofiteshayo uyateta ebantwini okumisayo, nokuyalayo, nokututuzelayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:3
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:4
Otetayo ngenye inteto, uyazimisa yena; kodwa oprofiteshayo uyamisa iṙemente.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:4
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:12
Kwa njalo nani, ekubeni nizondelele izipiwo ezibumoya, zifuneni ukuba nigqitisele kuze kube kukumiswa kweṙemente.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 14:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo